29 Waphendula uYesu, wathi kubo: “Umsebenzi uThixo afuna niwenze ngulo wokuba nizinikele nikholwe kulowo uThixo amthumileyo.”
funda isahluko epheleleyo Uyohane 6
imbono Uyohane 6:29 kwimeko