32 Wathi ke uYesu kubo: “Ndithi kuni, inene, asinguye uMosis owaninika isonka esivela ezulwini; nguBawo oninika esona sonka sisiso esivela ezulwini.
funda isahluko epheleleyo Uyohane 6
imbono Uyohane 6:32 kwimeko