Uyohane 6:46 XHO96

46 Xa nditshoyo ke andithethi ukuthi kukho bani wakha wambona uBawo. Akukho namnye wakha wambona uBawo, ngaphandle kwalowo uvela kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:46 kwimeko