Uyohane 8:21 XHO96

21 Waphinda uYesu wathi kubo: “Ndiyemka mna; ke nina niya kundifuna; yaye niya kufela ezonweni zenu. Apho ndiya khona mna, aninakuya nina.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:21 kwimeko