Uyohane 8:44 XHO96

44 Nina ningaboyihlo umtyholi, kwaye nithanda ukwenza intando yakhe. Yena wayesisibulala-mntu kwasekuqalekeni. Nenyaniso akayihoyanga, kuba akananyani. Usekhaya xa athetha ubuxoki, kuba yena ulixoki, usobuxoki kanye.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:44 kwimeko