Uyohane 9:3 XHO96

3 Waphendula uYesu wathi: “Eyimfama nje, akonanga yena, kungonanga nabazali bakhe. Uzelwe eyimfama ukuze amandla okusebenza kukaThixo abonakaliswe ngaye.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 9

imbono Uyohane 9:3 kwimeko