Uyohane 9:7 XHO96

7 waza wathi kuyo: “Hamba uye kuhlamba kwichityana laseSilowa.” (Oko kukuthi “thunyiwe”.) Yahamba ke imfama, yaya kuhlamba, yabuya ibona.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 9

imbono Uyohane 9:7 kwimeko