Umsebenzi Wabathunywa 1:11 XHO96

11 abuza athi: “Madoda, maGalili, nimele ntoni apha nikhangele phezulu nje? UYesu lo nimbone enyuselwa ezulwini, uya kubuya kwangolu hlobo nimbone esimka ngalo.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 1

imbono Umsebenzi Wabathunywa 1:11 kwimeko