Umsebenzi Wabathunywa 1:3 XHO96

3 Emva kokubandezelwa nokufa kwakhe wazibonakalisa kuloo madoda ngeziganeko ezininzi ukuba uvukile. Kwithuba leentsuku ezingamashumi amane abathunywa babemana bembona, ethetha nabo ebaxelela ngezolawulo lukaThixo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 1

imbono Umsebenzi Wabathunywa 1:3 kwimeko