Umsebenzi Wabathunywa 1:5 XHO96

5 Kaloku uYohane yena wayebabhaptiza ngamanzi abantu; ke nina, kungekudala, uThixo uza kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 1

imbono Umsebenzi Wabathunywa 1:5 kwimeko