Umsebenzi Wabathunywa 10:38 XHO96

38 Nivile ngoYesu waseNazarete owathanjiswa nguThixo ngoMoya oyiNgcwele waba namandla. Wayehamba kulo lonke, esenza okulungileyo, ebaphilisa bonke ababephantsi kwamandla omtyholi, kuba uThixo wayenaye.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 10

imbono Umsebenzi Wabathunywa 10:38 kwimeko