41 Akazange wabonakala kubantu bonke, koko wabonakala kuthi mangqina awawakhetha kwangaphambili uThixo, thina sasisitya sisela kunye naye emveni kokuba uThixo emvusile ekufeni.
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 10
imbono Umsebenzi Wabathunywa 10:41 kwimeko