Umsebenzi Wabathunywa 11:19 XHO96

19 Abakholwayo basarhazwa yintshutshiso yethuba lokufa kukaStefano. Abanye baphaphatheka, baya kutsho eFenike, eSipro, naseAntiyokwe. Babeluvakalisa udaba lweNkosi kumaJuda kuphela.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 11

imbono Umsebenzi Wabathunywa 11:19 kwimeko