Umsebenzi Wabathunywa 11:26 XHO96

26 Akumfumana, waya naye eAntiyokwe. Yaba ngunyaka wonke aba babini behlala phakathi kwebandla elo, baza baqeqesha iqela elikhulu. Kwakulapha eAntiyokwe apho abalandeli bakaYesu baqala ukubizwa ngokuba ngamaKrestu.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 11

imbono Umsebenzi Wabathunywa 11:26 kwimeko