Umsebenzi Wabathunywa 11:28 XHO96

28 Omnye wabo ogama linguAgabho, ezele nguMoya oyiNgcwele, wayixela kwangaphambili indlala eyayiza kubakho kuwo wonke umhlaba. Yona ke yafika ngexesha *likaKhesare Klawudiyo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 11

imbono Umsebenzi Wabathunywa 11:28 kwimeko