Umsebenzi Wabathunywa 12:11 XHO96

11 Akuqabuka ebuthongweni uPetros wathi: “Ngoku ndiyazi ukuba ngenene le nto yinyaniso! INkosi isithumele isithunywa sayo, sandihlangula egunyeni likaHerode, nakuzo zonke izinto amaJuda ebenqwenela ukuzenza kum.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 12

imbono Umsebenzi Wabathunywa 12:11 kwimeko