Umsebenzi Wabathunywa 12:19 XHO96

19 UHerode wathi mabamfune, kodwa abazange bamfumane. Ngoko ke abalindi bancinwa, waza uHerode wagunyazisa ukuba babulawe.Emva kwesi singaneko ke, uHerode wemka kwaJuda, waya kuhlala eKhesariya okwexeshana.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 12

imbono Umsebenzi Wabathunywa 12:19 kwimeko