Umsebenzi Wabathunywa 12:6 XHO96

6 Ke kaloku uPetros wayelele phakathi kwabalindi ababini, ebotshelelwe kubo ngamatyathanga, kukho nabagadi abalinde isango lentolongo, ngobusuku obuphambi komhla awayeza kusiwa ngawo ematyaleni nguHerode.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 12

imbono Umsebenzi Wabathunywa 12:6 kwimeko