Umsebenzi Wabathunywa 13:16 XHO96

16 Waphakama uPawulos, wawangawangisa ngesandla, ukuba kuthi cwaka, waza wenjenje ukuthetha: “Mawethu, maSirayeli, nani nina zintlanga zimhlonelayo uThixo, khanibeke iindlebe!

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 13

imbono Umsebenzi Wabathunywa 13:16 kwimeko