Umsebenzi Wabathunywa 13:22 XHO96

22 Akumsusa uSawule, uThixo wamisela uDavide wangukumkani. Nanga amazwi athethwa nguThixo ngoDavide: ‘Ndiphawule ukuba uDavide, unyana kaJese, ngulo mntu kanye ndimfunayo, umfo oya kwenza oko sukuba ndifuna kwenziwe.’

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 13

imbono Umsebenzi Wabathunywa 13:22 kwimeko