Umsebenzi Wabathunywa 13:38-39 XHO96

38-39 Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo *umthetho kaMosis.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 13

imbono Umsebenzi Wabathunywa 13:38-39 kwimeko