Umsebenzi Wabathunywa 13:48 XHO96

48 Zavuya iintlanga zakukuva oku, zayidumisa iNkosi ngenxa yodaba lwayo. Abo ke babenyulelwe ukungena ebomini obungonaphakade, baguquka bangamakholwa.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 13

imbono Umsebenzi Wabathunywa 13:48 kwimeko