Umsebenzi Wabathunywa 15:36 XHO96

36 Ekuhambeni kwexesha wathi uPawulos kuBharnabha: “Makhe sityelele amakholwa kuzo zonke iidolophu apho sasikhe salishumayela khona ilizwi leNkosi, siqonde ukuba aphila njani na.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 15

imbono Umsebenzi Wabathunywa 15:36 kwimeko