Umsebenzi Wabathunywa 17:23 XHO96

23 Kuthe xa bendihamba-hamba ndibuka iindawo zenu zonqulo, ndabona neqonga lamadini elibhaliweyo kwathiwa: ‘Kongaziwayo uThixo.’ Ngoko ke lowo nina nimnqula ningamazi, mna ndivakalisa yena kuni.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 17

imbono Umsebenzi Wabathunywa 17:23 kwimeko