Umsebenzi Wabathunywa 17:26 XHO96

26 Zonke iintlanga zabantu wazidala zaphuma mlibeni mnye, wazenza ukuba ziwume wonke umhlaba. Yena ngokwakhe kwangaphambili wazimisela amaxesha obomi, kunye nemida yokuhlala kwazo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 17

imbono Umsebenzi Wabathunywa 17:26 kwimeko