Umsebenzi Wabathunywa 17:4 XHO96

4 Abanye abantu boyisakala, bazimanya noPawulos noSilas. Enjenjalo namaGrike aliqela awayemhlonela uThixo, kwakunye namakhosikazi amaninzi aphambili entlalweni.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 17

imbono Umsebenzi Wabathunywa 17:4 kwimeko