19 Uninzi lwâbo babesenza imilingo lwaziqokelela lwazitshisela esidlangalaleni iincwadi zalo. Bawabala bawadibanisa amaxabiso ezo ncwadi, bazifumana zikwisithuba samashumi amahlanu amawaka eerandi.
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 19
imbono Umsebenzi Wabathunywa 19:19 kwimeko