Umsebenzi Wabathunywa 19:26 XHO96

26 Niyabona nizivela ngokwenu into eyenziwa yile nkewu uPawulos. Uthi *oothixo abenziwe ngabantu àbangabo konke, yaye uphumelele ekuboyiseni abantu abaninzi jikelele kule Efese, phantse wawugqiba ummandla waseAsiya uphela.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 19

imbono Umsebenzi Wabathunywa 19:26 kwimeko