Umsebenzi Wabathunywa 2:14 XHO96

14 Waphakama uPetros, wabhekisa ebantwini, ethetha egameni labafundi abalishumi elinambini, wathi: “Mawethu, maJuda, nani nonke bemi baseJerusalem, phulaphulani nibeke iindlebe, nantsi indawo emaniyiqonde:

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 2

imbono Umsebenzi Wabathunywa 2:14 kwimeko