Umsebenzi Wabathunywa 2:17 XHO96

17 “ ‘Yiyo le into endiya kuyenza ngemihla yokugqibela;’ utsho uThixo:‘Ndiya kugalela uMoya wam kulo lonke uluntu,oonyana neentombi zenu zishumayele,abafana babone imibono,amaxhego aphuphe amaphupha.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 2

imbono Umsebenzi Wabathunywa 2:17 kwimeko