Umsebenzi Wabathunywa 2:23 XHO96

23 Lo Yesu ke, wanikelwa kuni ngokuthanda nangokwazi kukaThixo, nambulala ngokumnikela ukuba abethelelwe emnqamlezweni ngabantu abangawukhathalelanga umthetho wethu.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 2

imbono Umsebenzi Wabathunywa 2:23 kwimeko