11 Waza ke uPawulos wenyuka waya egumbini eliphezulu, wafika wathatha isonka watya. UPawulos wathetha nabo kwada kwaphuma ilanga, waza ke wemka.
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 20
imbono Umsebenzi Wabathunywa 20:11 kwimeko