Umsebenzi Wabathunywa 20:7 XHO96

7 Ngokuhlwa koMgqibelo sahlanganisana kwisidlo sobudlelwana. UPawulos wathetha nabo abantu, wolula kwada kwaphakathi kobusuku, kuba kaloku wayeza kuhamba ngomhla olandelayo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 20

imbono Umsebenzi Wabathunywa 20:7 kwimeko