Umsebenzi Wabathunywa 20:9 XHO96

9 Umfana ogama linguYutiko wayehleli efestileni, wada wozela walala, kuba uPawulos engayeki ukuthetha. Wothuleka apho kumngangatho wesithathu, waya kuwa emhlabeni, bamchola apho efile.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 20

imbono Umsebenzi Wabathunywa 20:9 kwimeko