Umsebenzi Wabathunywa 21:24 XHO96

24 Ngoko ke wena zibandakanye nawo, ungene *ekuhlanjululweni, uze uwahlawulele iindleko zawo, abe nako ukuzicheba iintloko zawo. Ngale ndlela ke wonke umntu uya kuqonda ukuba bubuxoki yonke le nto bayivileyo ngawe – ndaweni yaloo nto wena ngokwakho usawugcinile umthetho kaMosis.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 21

imbono Umsebenzi Wabathunywa 21:24 kwimeko