Umsebenzi Wabathunywa 21:26 XHO96

26 Ke kaloku uPawulos wahlangana nawo loo madoda, waza ngengomso walenza kunye nawo isiko lokuhlanjululwa. Waza ke waya endlwini kaThixo ukuya kwenza amalungiselelo alo mcimbi, ngokukodwa malunga nomnikelo owawuya kufuneka ekupheleni kwexesha lentlambululo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 21

imbono Umsebenzi Wabathunywa 21:26 kwimeko