Umsebenzi Wabathunywa 21:32 XHO96

32 Kwangoko ingqwayi-ngqwayi yesuka kunye namagosa ayo, neqela lamajoni, yasukela apho kolo dushe. Bakuyibona isiza namajoni, bayeka ukumbetha uPawulos abantu.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 21

imbono Umsebenzi Wabathunywa 21:32 kwimeko