Umsebenzi Wabathunywa 23:10 XHO96

10 Ingxoxo leyo yakhula kangangokuba ingqwayi-ngqwayi yaba sexhaleni lokuba uPawulos bosuka bamthi qwenge-qwenge. Ngoko ke yayalela ukuba amajoni amthathe uPawulos apho entlanganisweni, aye naye enqabeni yomkhosi.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 23

imbono Umsebenzi Wabathunywa 23:10 kwimeko