Umsebenzi Wabathunywa 23:15 XHO96

15 Nina ke *neBhunga thumelani kumphathi-mkhosi wamaRoma ukuba azise uPawulos kuni, nenze ngathi nisafuna ukuncina inyaniso ngaye. Thina ke soba sesilungile, simhlasele simbulale engekafiki kuni.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 23

imbono Umsebenzi Wabathunywa 23:15 kwimeko