Umsebenzi Wabathunywa 23:23 XHO96

23 Ingqwayi-ngqwayi ithe yabiza abaphathi-mabutho bayo ababini, yathi kubo: “Lungiselelani ukuya eKhesariya ngokuhlwanje ngentsimbi yethoba. Ze nihambe namakhulu amabini amajoni kunye namashumi asixhenxe amajoni akhwele amahashe, kwakunye namakhulu amabini amajoni aphatha iintshuntshe.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 23

imbono Umsebenzi Wabathunywa 23:23 kwimeko