Umsebenzi Wabathunywa 23:27 XHO96

27 Le ndoda âyibamba amaJuda eza kuyibulala. Ndivile ukuba ingummi ongumRoma, ndaya kuyihlangula ngamajoni.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 23

imbono Umsebenzi Wabathunywa 23:27 kwimeko