6 Akuqonda uPawulos ukuba kweli qela kukho *abaSadusi kwakunye *nabaFarasi, wabhekisa eBhungeni apho, wathi: “Mawethu, mna ndingumFarasi ongunyana womFarasi. Ndisematyaleni nje kungenxa yokuba ndinethemba lokuba abafileyo baya kuvuka.”
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 23
imbono Umsebenzi Wabathunywa 23:6 kwimeko