Umsebenzi Wabathunywa 25:11 XHO96

11 Ke ukuba umthetho ndiwaphule ndona kangangokuba ndimelwe kukugwetyelwa ukufa, andinqweneli kuyibaleka nayo loo ndawo. Kodwa ke ukuba azinabunyaniso izityholo endibekwa zona, akukho bani unokundinikezela kumaJuda. Ndibhenela kuKhesare.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 25

imbono Umsebenzi Wabathunywa 25:11 kwimeko