Umsebenzi Wabathunywa 25:21 XHO96

21 Kodwa ke uPawulos usuke wabhenela *kuKhesare. Ubone ukuba makahlale engumbanjwa lide ityala lakhe libe nokuviwa nguMhlekazi ngokwakhe. Ke ndathi makagcinwe de ndimthumele kuKhesare.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 25

imbono Umsebenzi Wabathunywa 25:21 kwimeko