Umsebenzi Wabathunywa 25:24 XHO96

24 UFesto wathetha wathi: “Kumkani Agripa, nani nonke nina nikhoyo apha, le ndoda niyibona apha ikhalazelwa ngawo onke amaJuda, apha naseJerusalem. Athi ayisafanelanga kudla bomi.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 25

imbono Umsebenzi Wabathunywa 25:24 kwimeko