Umsebenzi Wabathunywa 25:6 XHO96

6 Akuba echithe malunga nesibhozo ukuya eshumini leentsuku phakathi kwabo uFesto, wabuyela eKhesariya. Ngengomso xa wayechophele amatyala, uthe makabizwe uPawulos.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 25

imbono Umsebenzi Wabathunywa 25:6 kwimeko