Umsebenzi Wabathunywa 26:11 XHO96

11 Amaxesha ngamaxesha ndandisiya *ezindlwini zesikhungo, ndifike ndibohlwaye, ndisenzela ukuba bahlukane nokholo lwabo. Ngangengcwangu endandinayo ngakubo ndandide ndiye kubatshutshisa nakwezikude iidolophu.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 26

imbono Umsebenzi Wabathunywa 26:11 kwimeko