Umsebenzi Wabathunywa 26:18 XHO96

18 ukuba uvule amehlo azo, uziguqule ziphume ebumnyameni, zize ekukhanyeni, ziphume egunyeni likaSathana, zize kuThixo, ukuze zithi ngenxa yokuzinikela kum zixolelwe izono zazo, futhi zizuze indawo phakathi kwabantu bakaThixo abanyuliweyo.’ ”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 26

imbono Umsebenzi Wabathunywa 26:18 kwimeko