Umsebenzi Wabathunywa 26:20 XHO96

20 Ndaqala eDamasko ndaya eJerusalem, nakuwo wonke umhlaba wakwaJuda, nakweleentlanga, ndashumayela ukuba baguquke, beze kuThixo, benze izinto ezibonakalisayo ukuba baguqukile.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 26

imbono Umsebenzi Wabathunywa 26:20 kwimeko