Umsebenzi Wabathunywa 27:2 XHO96

2 Sangena enqanaweni eyayivela eAdramita, iza kunduluka iye kwizikhululo-nqanawe zephondo laseAsiya, sahamba ngayo. Wayekunye nathi uAristarko waseTesalonika, ekummandla waseMakedoni.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 27

imbono Umsebenzi Wabathunywa 27:2 kwimeko